2011-Provincial Gaze
Total Page:16
File Type:pdf, Size:1020Kb
Reproduced by Sabinet Online in terms of Government Printer’s Copyright Authority No. 10507 dated 02 February 1998 27 May 2016 Province of the Western Cape: Provincial Gazette 7620 785 P.N. 212/2016 27 May 2016 WESTERN CAPE GOVERNMENT WESTERN CAPE COASTAL MANAGEMENT PROGRAMME ADOPTION OF THE WESTERN CAPE COASTAL MANAGEMENT PROGRAMME On 31 March 2016, I, Anton Wilhelm Bredell, Minister for Local Government, Environmental Affairs and Development Planning in the Western Cape, adopted the Western Cape Coastal Management Programme (WCCMP) in accordance with the National Environmental Management: Integrated Coastal Management Act (Act No. 24 of 2008). Electronic versions of the WCCMP and Summary are available on the Western Cape Government Website: www.westerncape.gov.za/eadp Hardcopies of the documents will be available for viewing from 30 June 2016 at libraries in the following towns: Metro West Coast District Municipality Overberg District Municipality Eden District Municipality 1. Somerset West Public Library 1. Ebenhaeser Public Library 1. Bredasdorp Public Library 1. Plettenberg Bay Public Library 2. Mitchell’s Plain Public Library 2. Elandsbaai Public Library 2. Struisbaai Public Library 2. George Public Library 3. Kommetjie Public Library 3. Velddrif Public Library 3. Gansbaai Public Library 3. Mossel Bay Public Library 4. Central Public Library (CT) 4. Saldanha Public Library 4. Kleinmond Public Library 4. Stillbaai Public Library 5. Moorreesburg Public Library 5. Riversdale Public Library Any queries can be directed to Ms. M. Naiker at Email: [email protected] or Telephone (021) 483 2885. P.K. 212/2016 27 Mei 2016 WES-KAAPSE REGERING WES-KAAPSE KUSBESTUURSPROGRAM AANNEMING VAN DIE WES-KAAPSE KUSBESTUURSPROGRAM Op 31 Maart 2016 het ek, Anton Wilhelm Bredell, Minister van Plaaslike Regering, Omgewingsake en Ontwikkelingsbeplanning in die Wes-Kaap, die Wes-Kaapse Kusbestuursprogram (WKKBP) aangeneem in ooreenstemming met die Wet op Nasionale Omgewingsbestuur: Geïntegreerde Kusbestuur (Wet 24 van 2008). Elektroniese weergawes van die WKKBP en Opsomming is beskikbaar op die Wes-Kaapse Regering se webtuiste: www.westerncape.gov.za/eadp Harde kopieë van die dokumente sal vanaf 30 Junie 2016 by biblioteke op die volgende dorpe beskikbaar wees vir besigtiging: Metropool Weskus Distriksmunisipaliteit Overberg Distriksmunisipaliteit Eden Distriksmunisipaliteit 1. Somerset-Wes Openbare 1. Ebenhaeser Openbare Biblioteek 1. Bredasdorp Openbare Biblioteek 1. Plettenbergbaai Openbare Biblioteek 2. Elandsbaai Openbare Biblioteek 2. Struisbaai Openbare Biblioteek Biblioteek 2. Mitchell’s Plain Openbare 3. Velddrif Openbare Biblioteek 3. Gansbaai Openbare Biblioteek 2. George Openbare Biblioteek Biblioteek 4. Saldanha Openbare Biblioteek 4. Kleinmond Openbare Biblioteek 3. Mosselbaai Openbare Biblioteek 3. Kommetjie Openbare Biblioteek 5. Moorreesburg Openbare 4. Stilbaai Openbare Biblioteek 4. Sentrale Openbare Biblioteek Biblioteek 5. Riversdal Openbare Biblioteek (KS) Enige navrae kan gerig word aan Me. M. Naiker by e-posadres: [email protected] of telefoon (021) 483 2885. I.S. 212/2016 27 uCanzibe 2016 URHULUMENTE WENTSHONA KOLONI INKQUBO YOLAWULO LWAMANXWEME YENTSHONA KOLONI UKWAMKELWA KWENKQUBO YOLAWULO LWAMANXWE YENTSHONA KOLONI Ngomhla wama-31 kweyoKwindla 2016, mna, Anton Wilhelm Bredell, uMphathiswa wooRhulumente boMmandla, iMicimbi yeNdalo esiNgqon- gileyo noCwangciso loPhuhliso eNtshona Koloni, ndamkele iNkqubo yoLawulo lwaManxweme yeNtshona Koloni (WCCMP) ngokoMthetho iNational Environmental Management: Integrated Coastal Management Act (uMthetho 24 wama-2008). I-WCCMP neSishwankathelo sayo ziyafumaneka ngekhompyutha kwiwebhusayithi kaRhulumente weNtshona Koloni: www.westerncape.gov.za/ eadp Iikopi ezisephepheni zolu xwebhu ziya kufumaneka ukuba zihlolwe ukususela ngomhla wama-30 kweyeSilimela 2016 kumathala eencwadi ezi dolophu zilandelayo: Metro UMasipala woMmandla UMasipala woMmandla UMasipala woMmandla we-Eden woNxweme lweNtshona we-Overberg 1. IThala leeNcwadi loLuntu 1. IThala leeNcwadi loLuntu lase- 1. IThala leeNcwadi loLuntu 1. IThala leeNcwadi loLuntu laseSomerset West Ebenhaeser laseBredasdorp lasePlettenberg Bay 2. IThala leeNcwadi loLuntu 2. IThala leeNcwadi loLuntu lase- 2. IThala leeNcwadi loLuntu 2. IThala leeNcwadi loLuntu laseMitchell’s Plain Elandsbaai laseStruisbaai laseGeorge 3. IThala leeNcwadi loLuntu 3. IThala leeNcwadi loLuntu 3. IThala leeNcwadi loLuntu 3. IThala leeNcwadi loLuntu laseKommetjie laseVelddrif laseGansbaai laseMossel Bay 4. Central Public Library (CT) 4. IThala leeNcwadi laseSaldanha 4. IThala leeNcwadi loLuntu 4. IThala leeNcwadi loLuntu 5. IThala leeNcwadi loLuntu laseKleinmond laseStillbaai laseMoorreesburg 5. IThala leeNcwadi loLuntu laseRiversdale Nayiphi na imibuzo ingabhekiswa kuNkosikazi M. Naiker kule imeyile: [email protected] okanye kule nombolo yomnxeba (021) 483 2885..