NEWSPAPER AVAILABLE OCTOBER 2020 www.zibonelefm.co.za silapho ukhoyo ZIBONELEZibonele Newsletter p. 02 p. 05 News ILIZWE LIQAPHELA INYANGA Umanyano loosomashishini p. 08 YOMHLAZA WEBELE base Khayelitsha Coach of the Season OoSomashishini baseKapa baphume bengena valo kwi Ibhalwe ngu Ashia Nkontsa“Reignite Seminar” gomhla we-17 wale nyanga ka-October uCoach Tshandu nongumhloli ojongene nezungqondo uqulunqe uhlelo oludiban- Nisa osomashishini base Kapa phantsi kwesihloko esithi “Reignite seminar” nalapho ebekhatshwe yiZibonele FM nezithethi ezaziwayo njengoso- mashishini balapha eKapa u-Ace Mabheka ong- uMphathi wakwa Ace, Lumkile Sogoni, Qhamisa Genu, kwanomphathi weZibonele FM uMawan- de Jara noMqulunqi nqubo u-PDA Inspirator. ...tyhila iphepha 4 www.zibonelefm.co.za / News Hotline: 082 969 0921 WhatsApp: 062 814 1918 Call: 021 361 7109 / fZibonele FM 98.2 News 2 ZIBONELE NEWS Xolisa Sindaphi – Editor / Ashia Nkontsa – Project Coordinator Reporters: Nomaxabiso Mgqawule. Zizipho Ninzi. Zoliwe Galeletyoba. Olwethu Mboto. Lusindiso Mayambela. Bongeka Ntlanga. Abongile Booi. Michelle Augus. Zukisa Mbobi. Kukhuthazwa ukukhathalelwa kwabo ba- Bakhala ezimantshiyane aban- jongene nezigulo zengqondo nomhlaza Ibhalwe ngu Abongile Booi tu abangoding’iindawo wa ngesisigulo” utshilo umphathiswa. Kwangaxeshanye kwelinye icala um- Ibhalwe ngu Wanda Nongomaza phathi wecandelo leendaba kwijelo ifedile isixeko saseKapa ukuphulaphula isjwili esikrakra sa- losasazi lasekuhlaleni iZibonele fm bazali nabantwana abengenandawo zokuhlala kweli leKapa. umnumzana uXolisa Sindaphi uthethe Oku kudizwe yinkosazana egama lingu Barbara Vuza okwan- phandle malunga namava akhe ngoku- Sgusihlalo wombutho wabahlali olwela indawo zokuhlala obizwa funyanwa luxinezelelo lwasengq- ngokuba yi Singabalapha lombutho wasekwa ngomnyaka ka 2003. U ondweni. Uthi ukuqala kwalengu- Barbara uthi esona sizathu sokuqulunqa lombutho kukuva intlun- lo yayingunyaka ka2009 nalapho gu nolwamvila lokungananzwa ngurhulumente wephondo leNtsho- e nyanga ibekelwe buca- waqalisa ukubona imithinzana en- na Koloni kuquka nasixeko saseKapa, etyhola ngelithi ligumgedle la ngurhulumente welizwe gekhoyo enabo nobuphaku-phaku elakhiwe ngabom ngurhulumente eqhogene nohlohlesakhe abam- lomzantsi afrika ukuqaphela angabuqondiyo de wafikelela nakwi- hlophe abangawothiyo umlilo. Uthi eyona njongo kukubhekelisa Limpilo ngokwasengqondweni, ukanti ingcinga ezidibaniselele nokufa. abantsundu kufuphe nedolophu apho banokwazi khona ukufikelela ulwesibini umhla weshumi elinesibini lula kuqoqosho lwesixeko. kweyedwarha ilusuku olubekelwe bu- “Kambe ndade ndazama amatyeli am- cala ncakasane nalengulo nantoleyo athathu ukuthabatha ubomi kodwa Kungokunje uBarbra Vuza kunye nabanye abahlali bahlala ezinten- ibangele ukuba umphathiswa kwise- zonke ezonzame zaphanza ndancedwa teni ezigxunyekwe kumbindi we Observatory onokuthi xa uzijon- be lezempilo kwiphondo lentshona ngabantu ababekufutshane nam nge- ga uzifanise nezindlu zabakhwetha, kwaye sele benethuba bezinze koloni ugqirha Nomafrench Mbom- loxesha” utshilo uSindaphi. Uthi ez- kulendawo. Bakhutshwa ngosomvana kumagumbi ebabehlala kuwo. bo asingathe isikhumbuzo solusuku inye zezinto ezakhokelela koluxineze- Unkosazana Vuza uthi”Sakhutshwa ngongxowankulu kunye nesixe- kwisibhedlele sabo baphazamiseke kelo lwengqondo yabakukubanjwa ko aseKapa emva kokuba besihleli iiveki eziliqela ukususela ngom- ngokwasengqondweni iValkenberg ngamapolisa ayekuhlala eziseleni ixe- hla weshumi elinesixhenxe kwinyanga ka September ukuya kumhla ezinze kwindawo yase Observatory. sha elingangonyaka wonke ngezityho- wesibini October, emva kokuba igqwetha lethu lalelwe yinkundla LokaMbombo uyanqwala ngenene lo zenti angayenzanga ezamnamathe- ukuba lifake isicelo sesibheno” Ingqele nezikhukula zasebusika kubo ukuba ngethuba ilizwe ligutyungelwe layo. Uthi kulomgxibhozo kaThisayo zifana nje nesonka semihla ngemihla abangasifumaniyo kwasona, lilifu elimnyama nentsunguzi yent- woxinezelelo lwengqondo wancedwa kwaye bakhala ngento yokuba ezintente zabo zinemingxuma zi- sholongwane iCovid 19 akukhange yinkxaso awayifumana kubaphathi yakrazuka nokukrazuka. Bathi abasenathemba kwi nkqubo karhulu- kunikelwe ngqwalasela yaneleyo emsebenzi bekhokelwa ngumnumza- mente yonikezelo lwezindlu ze RDP, kuba balinde bade baphelelwa kwimpilo ngokwasengqondweni na uMawande “Mkhuzangwe” Jara ngumonde kwaye bona bafuna ukusondezwa kwindawo zokuseben- nokubangele ukuba abo banyangelwa ongumphathi wesikhululo, obefudula za ezisedolophini. oluphazamiseko babuyele umva ngok- ungumphathi kwicandelo leendaba wasempilweni ngenxa yokungatyi unkosazana Ntebaleng “Mamosia” Kutshanje ibinguphantsi phezulu kumanenekazi asixhenxe wom- amachiza ngendlela eyiyo. Shete kwakunye nonkosikazi Pheliswa butho iWe See You ngethuba etshitshiliza ukuphuma kwind- Foss bezamela ukuba afumane in- lu ebeyiqeshile ezinze kumandla wase camps bay. Lamanenekazi “Kubalulekile ke ukuba siqale sisuse tuthuzelo ngokwasemphefumlweni. ebemi ngelithi afuna ukuqaqambisa intlungu yabantu abantsundu amabala la siwabeka abantu abane- Ngokutsho kweengxelo ezikhutshwe nabathathelwa umhlaba ngabamhlophe. Phakathi kwezinto abazi- empawu zokuphazamiseka ngok- licandelo lophando nzulu kwidyuni- thethayo kukuba isakhiwo esi bebesiqeshile kumelwe sisetyenzisel- wasengqondweni ukuze nabo bayeke vesithi yaseKapa malunga nomyinge we njengekhaya lokugcina abantu abadala. Kodwa noxa kunjalo ukuziva bengamakhesela elizweni wamashumi amane ekhulwini kuban- ilinge labo liphanzile nanjengoko inkundla igwebe ngelithi maba- labo kuba iyababulala lento noxa sin- tu abafunyenwe benentsholong- phume kwesasakhiwo. Ku kuza kanye xa iphondo lentshona koloni gaqondi nje yaye ke kunzima ukujo- wane esisandulela sikagawulayo aba- lixakene naluntu oluzithathela umhlaba ngenkani ligxumeka am- ngana nalengulo ikwenze kubenzima ye bahlaselwe yimeko yoxinezelelo atyotyombe alo phantse kuyo yonke indawo evulelekileyo. Nango- nangakumbi kengoku ukuqubisana lwengqondo. na amatsha ntliziyo okuhlala ezikhalimela ezizenzo ngelithi kuz- nokucalulwa kwakunye nokubukul- abazizijwili emva kwexesha lokuhlala ngendlu omiselwe ngezizathu zokuthintela ukuwenwa kwentsholongwane ye corona “Usodolophu wesixeko saseKapa usibonise izigunyazizo zenkundla zokudoliza ILIZWE LIQAPHE- onke amatyotymbe akhiwe ngelixesha likaxakeka” litshilo elinye it- sha ntliziyo elingachazwanga. Lamatyotyombe okwangoku avume- LA INYANGA YOM- kile phantsi komthetho wolawulo lwentlekele( disaster management act). Ukanti ziwephantsi inzame zokuqhagamshelana nabasema- HLAZA WEBELE gunyeni malunga nalomba. Ibhalwe ngu Bongeka Ntlanga lele isibhedlele i-Groote Schuur Utshilo ugqirha Mbombo. unyango luyafumaneka kwabo ba- nalapho ebeyokuhlola umhlaza ludingayo,ingakumbi ngelixesha webele ngenjongo yokukhuthaza Ukanti uyibeke yacaca into yokuba ilizwe lingene kwisigaba sokuqala uluntu ngokubaluleka kokwenza xa inina lisiya likhula namathuba sokumiswa kwezinye zeentshuku- oko kwanokuqwalasela ukuba ing- wokuba nomhlaza ayanda ukuyo- mo ngelokuqubisana nentsholong- aba iphondo lukulungele kusini na thi xhaxhe kwiminyaka engama-85 wane iCorona. ukuqubisana nesifo somhlaza we- ubudala. Ugqirha Mbombo ukwa- bele.Ugqirha Mbombo ebekwaphe- chaphazele nombandela wokupha- Kananjalo umemelela amadoda hlelela ngokusesikweni inyanga zamiseka kwamacandelo okunyan- ukuba nawo aziqhelanise nokuzi- ebekelwe bucala ukuqaphela isifo ga abantu abanomhlaza ngenxa hlolela umhlaza webele kuba nawo somhlaza webele kweli lo-Mzantsi yokunwena kwentsholongwane ekwazi ukuba achatshazelwe ng- mphathiswa wesebe lezempilo Afrika.”Kubalulekile ukuba am- iCorona kweli, Kodwa Nangona umhlaza webele. kwiphondo le-Ntshona Koloni ugq- anina ahlale ezihlola, khonukuze kunjalo uqinisekisile ukuba benza Uirha Nomafrench Mbombo ebetye- uzohoywa kwangethuba umhlaza”. unako-nako ukuqinisekisa ukuba ZIBONELE NEWS 3 INDABA Bavuthulule ngembumbulu LIMEMELELA UKHUSELEKO kumntu wonke obesendlwini LOOCEBA IGQUGULA LE- Ibhalwe ngu Zizipho Ninzi ANCIbhalwe ngu KWISIXEKO Lusindiso Mayambela SASE-KAPA Igqugula le-ANC kwisixeko ukuzakuthi ga ngoku,kuze kuthatyath- sase-Kapa likugxeke kabukhali we inyathelo elifanelekileyo”.Uqhube ukuhlaselwa kweenkokheli zoluntu watsho unkoszna-Abrahams. zizaphuli-mthetho.Kwisiganeko sakut- Ukanti usomlomo webhunga lesixeko shanje,kuphangwe kuxhotywe ngemipu sase-Kapa umnumzana Dirk Smit uthi kusapho likaceba wakwa-Ward-89 um- isixeko sizakuqhub’uphando malun- numzana u-Monde Nqulwana ngomhla ga nesiganeko sokuhlaselwa kwekha- we-8 October 2020.Iingxelo zidiza uku- ya likamnumza-Nqulwana.”Ndinol- ba amadoda amane aqhekeza icango wazi ngengxelo ye-ANC emalunga lukaxoli usapho lwakwa Mahashe emva kokuba kwadutyul- kwikhaya likamnumzana Nqulwana- nesisiganeko kwaye ndiyaqinisekisa wa amalungu alo amane u-Nomnqivazana Mahashe nong- ,aze aphanga usapho lwakhe elukhombe ukuba ndizakuqhub’uphando malun- umakhulu kwelakhaya kunye nabazukulwana uSithule, AAhlume kunye no Asanele baze bawunabela uqaqa ngomhla ngompu.Nangona kunjalo umnumzana ga nesityholo sokungasabeli kwecan- Nqulwana nosapho lwakhe,basinda delo lonyanzeliso-mthetho kumban- wamashumi amabini anesine kwinyanga Yomsintsi.Ingxelo zidi- ngezikasibi koluhlaselo. dela wokusebenza kwe-panic button za ukuba kwambonzeleka amadoda angaziwayo,baze abamelwane kwikhaya likaceba ngethuba lohlaselo. beva ngezithonga nesikhalo sowazibonelayo elishwangusha .Uno- Isithethi segqugula le-ANC kwisixeko Ndikhumbuze umbhexeshi olibambela bangela wesisiganeko awukaziwa ukuzothi gaa ngoku . sase-Kapa unkoszna
Details
-
File Typepdf
-
Upload Time-
-
Content LanguagesEnglish
-
Upload UserAnonymous/Not logged-in
-
File Pages7 Page
-
File Size-